Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 31:33 Ibhayibhile (XHO96)

ULabhan waya kukhangela ententeni kaYakobi, wadlulela nakwekaLeya, waya nakweyeempelesi zeentombi zakhe, akafumana nto apho. Wesuka apho waya ententeni kaRakeli.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 31

imbono Eyeziqalo 31:33 kwimeko