Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 29:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhawula uLeya, wazala umntwana oyinkwenkwe, wathi nguRubhen igama lakhe, kuba wayesithi: “UNdikhoyo ulubonile usizi lwam; ngoku ndiza kuthandwa ngumyeni wam.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 29

imbono Eyeziqalo 29:32 kwimeko