Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 25:3-7-8 Ibhayibhile (XHO96)

3. UYokeshan wazala uShebha noDedan. Ama-Ashuri la yinzala kaDedan, kunye namaLetushi namaLewumi.

4. Oonyana bakaMidiyan nguHefa noEfere, noHanoki, uAbhida noElda. Ngabazukulwana bakaKetura bebonke ke abo.

5. UAbraham walishiya kuIsake lonke ilifa lakhe.

6. Kodwa ke ngaphambi kokuba abhubhe wabaphawulela noonyana bezindlu ezincinci. Emva koko wabandulula baya kuma kwimihlaba engasempumalanga.

7-8. Ubhubhe seleyinkothovu yexhego elinekhulu linamashumi asixhenxe anesihlanu uAbraham.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 25