Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 24:7 Ibhayibhile (XHO96)

NguNdikhoyo uThixo wezulu nomhlaba ngokwakhe owandisusa kwilizwe lakowethu, naphakathi kwezizalwane zam, wandithembisa efunga ukuba lo mhlaba uya kumiwa ngabazukulwana bam. Nguye oya kuthumela isithunywa sakhe apho, ungekafiki wena. Ke wofika apho uyifumane intombi eyoba ngumfazi wonyana wam.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 24

imbono Eyeziqalo 24:7 kwimeko