Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 19:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Laliseliphumile ilanga ukufika kukaLothe eZoware.

24. *UNdikhoyo wathobela isalfa evuthayo phezu kweSodom neGomora,

25. wazibhubhisa kunye naloo ntili yonke, kunye nabo bonke abantu ababelapho, nento yonke ehlumayo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 19