Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 19:12 Ibhayibhile (XHO96)

Athe kuLothe la madoda mabini: “Ngaba kusekho mntu wumbi na apha – nokuba ngoonyana, nokuba ziintombi zakho, nabayeni beentombi, nasiphi na isizalwana sakho? Yitsho bemke apha.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 19

imbono Eyeziqalo 19:12 kwimeko