Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabakho ndoda ithile yasindayo, eyabaleka yaya kuxelela uAbram umHebhere owayehlala ngakwimithi kaMamre umAmori. UMamre nabantakwabo uEshkoli noAnere babengamakholwane ka-Abram.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 14

imbono Eyeziqalo 14:13 kwimeko