Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 1:26 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke uThixo wathi: “Masenze umntu abe ngumfuziselo wethu, afane nathi. Makabe negunya, alawule iintlanzi elwandle, iintaka ezibhabha esibhakabhakeni, iinkomo, nazo zonke izilo nezinambuzane elizweni.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 1

imbono Eyeziqalo 1:26 kwimeko