Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 9:29 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uMosis wathi: “Nje ukuba ndiphume apha esixekweni, ndiya kuzolulela kuNdikhoyo izandla zam, sitsho sithothe isiphango, sinqamke isichotho, khon' ukuze uqonde ukuba lelikaNdikhoyo ihlabathi liphela.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 9

imbono Eyemfuduko 9:29 kwimeko