Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Umlambo iNayile uya kuphuphuma ngamasele; oda aye kufika nakwakho. Aya kutaka-taka endlwini yakho yokulala, emandlalweni, ezindlwini zamaphakathi, nasezindlwini zabo bonke abantu bakho. Amasele aya kugxalathelana kumaziko okubhaka, nakwizitya zokuxovela;

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 8

imbono Eyemfuduko 8:3 kwimeko