Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke yena waphendula wathi: “Kanti kuxa engubani uNdikhoyo ukuba ndingade ndimthobele ndiwakhulule amaSirayeli? Hayi bo! Andazani naye mna; ngoko ke amaSirayeli àkahamb' apha.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 5

imbono Eyemfuduko 5:2 kwimeko