Kananjalo wenza amafutha awodwa okuthambisa. Ngokukwanjalo wenza nesiqhumiso esivumba liyolileyo. Xa zizonke ke wazixuba okwechule.