Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 36:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke uMosis wakhupha umyalelo, kwaza kwavakaliswa kumzi wonke kwathiwa: “Makungabikho bani, nokuba yindoda okanye obhinqileyo, ozisa omnye umnikelo esibingelelweni.” Ngoko ke abantu banqumama ekunikeleni.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 36

imbono Eyemfuduko 36:6 kwimeko