Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 28:11-12 Ibhayibhile (XHO96)

La magama oonyana bakaSirayeli ke makabhalwe ligcisa lomkroli. La macwecwe anala magama makaqhotyoshelwe ngesipeliti segolide kule mixwayo isemagxeni esidanga, ukuze ahlale esisikhumbuzo ngoonyana bakaSirayeli. Ngale ndlela ke uAro uya kuhlala ewathwele emagxeni la magama, ukuze abe sisikhumbuzo *kuNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 28

imbono Eyemfuduko 28:11-12 kwimeko