“Ke lona iqonga lamadini uze ulenze ngomngampunzi lilingane macala, libe ziimitha ezimbini neesentimitha ezimashumi mabini ubude ngokunjalo nobubanzi, ukuphakama kube yimitha enye neesentimitha ezimashumi mathathu.