Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 20:24 Ibhayibhile (XHO96)

Mna ndenzeleni iqonga lamadini ngomhlaba, nize nithathe iinkomo, iigusha, okanye iibhokhwe, nenze ngazo amadini atshiswayo ngokunjalo namadini obudlelwane. Naphi na apho ndininike khona indawo yokunqula ndiya kuza ndinithamsanqelise.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 20

imbono Eyemfuduko 20:24 kwimeko