Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba ekhulile umntwana lowo, unina wambuyisela kwinkosazana apho, yaza ke yona yamenza unyana wayo. Yamthiya igama elinguMosis, kuba isithi: “Ndimonyule emanzini.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 2

imbono Eyemfuduko 2:10 kwimeko