Kwangentseni ngomhla olandelayo uMosis waba sisinxadanxada, echophele amatyalala, esombulula iingxaki zamaSirayeli kwada kwahlwa.