UMosis wayalela uAron wathi makathathe iilitha zibe mbini zemana, azifake engqayini, azibeke *esibingelelweni phambi koNdikhoyo, ibe nokubonwa nazizizukulwana ezizayo.