Athi amaSirayeli akukubona ukusebenza kwamandla kaNdikhoyo ngokoyisa amaJiputa, angenelwa luloyiko, amhlonela. Ewe, azinikela kuNdikhoyo, akholelwa kwisicaka sakhe uMosis.