Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 13:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uMosis wawathatha wahamba nawo amathambo kaJosefu, kuba uJosefu wayethe kumaSirayeli: “Ngenye imini uThixo uya kuze anivelele, anikhuphe nimke apha; ngoko ke fungani ukuba niya kuhamba nawo amathambo am.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 13

imbono Eyemfuduko 13:19 kwimeko