Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyemfuduko 12:19-20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngezo ntsuku zisixhenxe malingabikho igwele ezindlwini zenu, kuba okhe watya into enegwele uya kuhlanjwa ebandleni likaSirayeli, noba uyinzalelwane, okanye ngumngeneleli. Naphi na apho nikhoyo ze nitye isonka esinganyuswanga; esinegwele ze ningasifaki emlonyeni.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 12

imbono Eyemfuduko 12:19-20 kwimeko