Ke kaloku uNdikhoyo wayethethe noMosis wenjenje: “Ukumkani waseJiputa akayi kukuphulaphula, khon' ukuze ndiyandise imimangaliso yam phakathi kwamaJiputa.”