Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Mabaneke ilaphu elizuba phezu kwetafile ehlala isonka esinikelwe uNdikhoyo, babeke iipleyiti phezu kwayo, nezitya zesiqhumiso, izitya zomnikelo, neendebe zomnikelo othululwayo. Ke isonka esihlala phezu kwetafile masingasuswa.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 4

imbono Eyasentlango 4:7 kwimeko