Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 4:34-48 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokomlomo *kaNdikhoyo uMosis, uAron, neenkokheli zamaSirayeli babala abaLevi bakwaKohati, abakwaGershon, nabakwaMerari. Bababhalisa ngokwezindlu nemizi yabo, bebhalisa onke amadoda akubudala bamashumi amathathu ukuya kumashumi amahlanu eminyaka. Babhalisa onke amadoda awayefanelekile ukuba angasebenza *esibingelelweni.Bawabala ngolu hlobo: Indlu Inani AbakwaKohati 2 750 AbakwaGershon 2 630 AbakwaMerari 3 200 Bebonke: 8 580

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 4

imbono Eyasentlango 4:34-48 kwimeko