Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 35:25 Ibhayibhile (XHO96)

Inkundla mayimhlangule umbulali lowo kwisizalwana sikamfi; makabuyiselwe kwakuloo dolophu ebephephele kuyo. Umbulali lo ke makahlale apho kude kufe loo mntu ungumbingeleli omkhulu kwelo thuba, lowo uthanjiswe ngamafutha angcwele.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 35

imbono Eyasentlango 35:25 kwimeko