Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 33:38-39 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngokuyalelwa nguNdikhoyo umbingeleli uAron waqabela kwintaba iHore. Ke yena wafela apho ngomhla wokuqala kwinyanga yesihlanu kunyaka wamashumi amane amaSirayeli andulukayo eJiputa. Wayeneminyaka elikhulu elinamashumi amabini anantathu walibonayo ilanga.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 33

imbono Eyasentlango 33:38-39 kwimeko