Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 3:40-41 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kuMosis: “Onke amazibulo angoonyana bamaSirayeli ngawam. Ngoko ke wabhalise onke amazibulo angoonyana bamaSirayeli abudala buyinyanga nangaphezulu. Kambe ke endaweni yawo ndibanga bonke abaLevi – ndinguNdikhoyo kaloku! Ngokunjalo nasendaweni yamazibulo eenkomo zamaSirayeli ndibanga zonke iinkomo zabaLevi.”

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 3

imbono Eyasentlango 3:40-41 kwimeko