La madini ke ongeza laa madini atshiswayo enziwa rhoqo kusuku lokuqala enyangeni nomnikelo weenkozo, ngokunjalo nedini elitshiswayo lemila ngemihla elihamba nomnikelo weenkozo nothululwayo. La madini omlilo alivumba elimnandi kuNdikhoyo.”