UNdikhoyo makenzelwe idini lomlilo, libe lidini elitshiswayo. Yoba ziinkunzi zeenkomo eziselula zibe mbini, inkunzi yegusha, nesixhenxe samaxhwane angamaduna, angenasiphako onke.