Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 27:1 Ibhayibhile (XHO96)

UMala, uNowa, uHogela, uMilika, noTiza, ziintombi zikaZelofehadi unyana kaHefere, kaGiliyadi, kaMakire, kaManase. Ngoko ke ziintombi zakwaManase unyana kaJosefu.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 27

imbono Eyasentlango 27:1 kwimeko