Kuwo imvula iya kuhlala ingunogumbe,imbewu ayityale kumhlaba otofo-tofo.Ukumkani wawo woba mkhulu kunoAgagi,ulawulo lwakhe lubalasele ngodumo.