Akubonwa sikhwa kuYakobi;hayi, akubonwa shwangusha kwaSirayeli.UNdikhoyo uThixo wabo ungakubo;ewe, kuvakala intswahla kuba uKumkani uphakathi kwawo.