Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 22:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokwamanani bangaphezu kwethu; ngoko ke nceda uze kubaqalekisa. Mhlawumbi xa ubaqalekisile singanako ukuboyisa, sibadudule baphume kweli lizwe. Kaloku ndiyazi ukuba xa uthe wabathamsanqela abantu, bayathamsanqeleka; ukanti xa uthe waqalekisa, abantu bahlelwa lishwangusha.”

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 22

imbono Eyasentlango 22:6 kwimeko