Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 22:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ke sona isithunywa sathi kuye: “Hayi, sowuhamba nala madoda; kodwa ke uze uthethe loo nto ndithi thetha yona.” Ngoko ke uBhalam wahamba nazo iinkokheli zakwaBhalaki.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 22

imbono Eyasentlango 22:35 kwimeko