Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 21:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuphuma apho ke aya kufika kwindawo ekuthiwa kuseBhere. Lelaa qula ke eli apho uNdikhoyo wathi uMosis makawaqokelele amaSirayeli, azokuwapha amanzi.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 21

imbono Eyasentlango 21:16 kwimeko