Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 20:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwathi ngenyanga yokuqala uSirayeli ephela wagaleleka kwintlango iZin, waza wamisa eKadeshe. Apho ke kulapho wafa waza wangcwatyelwa khona uMiriyam.

2. Ke kaloku kwakungekho manzi kuloo ndawo. Ngoko ke amaSirayeli aqokelelana kuMosis noAron,

3. alwa noMosis, athi: “Akwaba nathi sasife nabantakwethu phambi *kwesibingelelo *sikaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 20