Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 2:3-9 Ibhayibhile (XHO96)

“Kwicala lasempuma kuya kuma abembasa yendlu kaJuda ngokwemizi yabo, bephantsi kweenkulu zabo, ngolu hlobo: Indlu Inkulu Inani AbakwaJuda uNashon ka-Aminadabhi 74 600 AbakwaIsakare uNataniyeli kaZuware 54 400 AbakwaZebhulon uEliyabhi kaHelon 57 400 Bebonke: 186 400 AbakwaJuda ke baya kusuka kuqala.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 2

imbono Eyasentlango 2:3-9 kwimeko