Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 19:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wosuka ke umntu ohlambulukileyo athathe ihlamvu lehisopu, alithi nkxu apho emanzini, atshize indlu nako konke okukuyo, ngokunjalo nabantu ababelapho kuyo. Okanye umntu ohlambulukileyo uya kuthatha loo manzi atshize lowo uchukumise ogetyengiweyo, okanye ofileyo, mhlawumbi ochukumise ithambo noba lingcwaba.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 19

imbono Eyasentlango 19:18 kwimeko