Xa ninikela ngezona-zona anisayi kuba natyala. Ngokwenjenjalo aniyi *kuyigqwalisa iminikelo engcwele yamaSirayeli, ningayi kufa nokufa.”