Ngale ndlela ke nani noba nako ukunikela kuNdikhoyo nicaphula kuzo zonke izishumi enizamkelayo kumaSirayeli. Kwezi zishumi inxaxheba kaNdikhoyo maze niyinike uAron umbingeleli.