ukuba athi kubaLevi: “Xa nisamkela isishumi esinikelwa ngamaSirayeli kuNdikhoyo njengesabelo senu, kwalapho kuso khuphani isishumi enisinikela kuNdikhyo.