Ngoko ke amaSirayeli azikhwebula kwimizi yooKora noDatan noAbhiram.Ke kaloku uDatan noAbhiram babephumile, bema kwiminyango yezindlu zabo, ndawonye nabafazi nabantwana kwaneentsana.