Wabhabhama ngumsindo uMosis, wathi kuNdikhoyo: “Uze ungawamkeli amadini ala madoda. Mna ndimsulwa kuwo; zange ndithathe nedonki le yawo.”