Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Nto nje nina musani ukumvukela uNdikhoyo, ningabaxhaleli nabemi belo lizwe, kuba siya kuboyisa lula. UNdikhoyo ungakuthi, ibe ke bona bakukutya kwethu, kuba *izithixo zabo azinakubanceda. Hayi bo, sanukuba nadyudyu ngenxa yabo!”

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 14

imbono Eyasentlango 14:9 kwimeko