Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 10:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuyishiya kwawo amaSirayeli loo ntaba ingcwele, iSinayi, ahamba iintsuku ezintathu. Ke yona ityesi yomnqophiso kaNdikhoyo yayisoloko ihamba phambili, ibakhangelela indawo yokuphumla.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 10

imbono Eyasentlango 10:33 kwimeko