Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 1:2-3 Ibhayibhile (XHO96)

“Wena noAron yenzani ubalo, niwabale onke amaSirayeli ngokwezindlu nemizi yawo. Ewe, balani onke amadoda ayintanga yokuphuma aye emfazweni, oko kukuthi lawo akumashumi amabini eminyaka nangaphezulu.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 1

imbono Eyasentlango 1:2-3 kwimeko