Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 1:20-46 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku onke amadoda ayintanga yokuya emfazweni, lawo aneminyaka emashumi mabini nangaphezulu, abhaliswa ngokwezindlu nemizi yawo, kuqalelwa kwaRubhen inkulu kaSirayeli.Ngokwamanani kwindlu nganye ayemi ngolu hlobo: Indlu Inani KwaRubhen 46 500 KwaSimon 59 300 KwaGadi 45 650 KwaJuda 74 600 KwaIsakare 54 400 KwaZebhulon 57 400 KwaEfrayim kaJosefu 40 500 KwaManase kaJosefu 32 200 KwaBhenjamin 35 400 KwaDan 62 700 Kwa-Ashere 41 500 KwaNafetali 53 400 Bebonke: 603 550

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 1

imbono Eyasentlango 1:20-46 kwimeko