Testamente Endala

Testamente Entsha

Amava Engqondi 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kungcono uye emzini onesililo kunokuya emzini onetheko,kuba kaloku ukufa sisiphelo sabantu bonke.Ngoko ke abantu ngebeyithathela ingqalelo le nto.

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 7

imbono Amava Engqondi 7:2 kwimeko