Yonke into ekhoyo sekukudala ithiywe igama layo,nento ayiyo umntu selisaziwa kakade;umntu akanako ukumelana nalowo womeleleyo kunaye.